Ndibabulisile abantu bonke endlini ngokulinganayo igama lam ndingu Tata Mkhulu ngokokuhlala ndihlala eGcuwa kwilali yase Ngqamakhwe isiduko sam ndingu Tolo, Dlangamandla, Umchenge kungasa ke xeim ndizibonga ndizalwa yintombi yakwa Radebe kodwa ke okubalulekile ukuba nam ndancedwa ngabasekhaya ngesiphiwo endinaso ndidumile ke kwikoloni lonke More
FREE